
IROLLED JAM LOAF



88 BONA XHOSA - September 1996
lRolled jam Loaf inokutylwa ingaqatywanga nto okanye iqatywe ijam oyithandayo.










































IZITHAKO:
560m1 (2 1/2 yekomityi) yobisi
80g (80m1) yemagarini
lkg (2 X 250m1) yecake flour
lOml (2 lltispuni) yetyuwa
200g (250m1) yesweklle
lOg (ipakethi) yeNCP INSTANT DRY
YEAST
2 amaqanda, aqhuqhwe
125m1 yestrawberry okanye imixed fruit
jam

OKOKUMENYEZELISA
xuba ndawonye;
i- lOOg (125m1) yeSwekile emHlophe ne-125m1 (1/2 sekomityi) yamanzi abilayo
INdLELA YOKWENZA
Qala uyenze shushu ionti ifike ku-200C.
Thambisa ngamafutha iitin zelofu ezimbini.

1.	Yenza shushu ubisi nemagarini de imagarini inyibilike. Yiyeke iphole. 2. Seta izithako ezomileyo ndawonye. Galela INCP instant dry yeast, xubisisa. 3. Qhuqha amaqanda ngobisi oludikidiki1 galela umxube kwizithako ezomileyo. Xuba, xovisisa de intlama ibe bunwebeka kodwa ingabi ncangathi (malunga ne-1 O lemizuzu). Sibekela, yiyeke inyuke kakhulu endaweni efudumeleyo.
4.	Yibhambathe, yixove kancinci. lntlama yahlukanise kabini. Ntlama nganye yiqengqe ibe buxande (3Ocm x 24cm) ibe ngqingqwa nge-lOmm.
5.	Qaba ijam ilingane kwintlama nganye ebuxande. Yiqengqe ibe nde oku
kweSwiss roll, emiqukumbelweni yivale ngci ngamanzi.
6.	Yifake kwiitin zelofu eziqatywe amafutha ezimbini, imiqukumbelo inamathele kumphantsi. Sibekela, yiyeke inyuke kakhulu.
7.	Bhaka ama-20 emizuzu kwionti oyenze yashushu kuqala. Khupha eontini, umngaphezulu wubrashe ngomxube wokumenyezelisa. Bhaka elinye i-1 5 lemizuzu de kube nombala ogolide-mdaka. Brasha ngomnye umxube wokwenza kunyibilike, kuyeke kuphole..

EZINYE IINCASA
Ukwenzela iroll enencasa, intlama yidyobhe ipilchards ezibondiweyo, umngaphezulu wubrashe ngeqanda nomxube wobisi.












IPotato
Advertising Feature


,

a la
Creole


Pheka isidlo esimnandi seetaphile usebenzisa izithaki zane Caribbean. ICreole Iigama Iokutya kwctseWest India okuphekwa nga-manzi amaninzi, ayakhutshwa kuze komiswe kwionti. Kupheleliswa
ngeetumato, isweetpeppers netswele
4 iipieces zewhite fish
ifish spice
4 amacephe ecooking oil
itswele linqunqwe
1 ipepile eluhlaza, inqunqwe
120g yamakhowa, anqunqwe
4 lltumato, zixotyulwe
amaxolo, zinqunqwe
2 amacephe etomato sauce
ityuwa nepepile

lltapile ezi-5 ukuya kwezi -6
eziphakathi ngobukhulu,
zichutywe zize ziphekwe
2 amacephe obisi olushushu
ityuwa nepepile

1.Nonga intlanzi, ntyontyisa kwisiqingatha samanzi ugalele icephe elinye lobisi 1-15 lemizuzu de ithambe.
.2Galela uqhotse itswele nepepile eluhlaza eoyileni,
galela amakhowa.
3	Galela iitumato, itumato sauce, nezinongo.
Ntyontyisa imizuzu emi-5.
4 Bonda iitapile, ubisi, ityuwa
nepepile ndawonye.
55	Putyuzela iitapile kumacala esitya sokupheka eontini. lntlanzi yibeke inamathele kwiitapile, kufake eontini ukuze kuqine (malunga nemizuzu emi-5). Oku kuza kubangela iitapile zibe nom bala omdaka onomtsatane.
6. Galela iitumato, amakhowa
nomxube wepepile eluhlaza
phezu kwentlanzi, baphe.






kyIJ1 i/O/
tI
4i
































I C innamon Jam Bars

lzithako:
250g (250m1) yeRama
l8Og (200m1) yeswekile
iqanda
5m1 yevanilla
350g (625m1) yeflawa
5m1 yebaking powder
intwana yetyuwa
5m1 yeground cinnamon
125m1 yesmooth apticotjam
75g (250m1) yekokonathi
icinnamon eyongeziweyo

lndlela yokwenza:
lonti yenze shushu kuqala ifike ku-180C. Thambisa ngamafutha iswiss roiI tin eyi-20x33cm.

1.	Yenza nqumbulutu iRama neswekile. Qhuqha
amaqanda nevanilia, galeia kumxube weRama.
2.	Sefa izithako ezomiieyo, galela. Xova de kube
yintlama ethambileyo.
3.	Unezandla ezineflawa cinezela i-2/3 yentlama
kumphantsi wegreased roll tin.
4.	Dyobha ijam ilingane. Galela ikokonathi kwintla-
rna eseleyo, xubisisa uze uyikhuhlele phezu kwe-
jam.
5.	Fafaza icinnamon, bhaka ama-20 ukuya kuma-
25 emizuzu de kube nombala ogolide mdaka.
6.	Kusike kube ngamaqebengwane, kuyeke
kuphote etinini, kubeko kwiraki yekeyiki, kuyeke de
kuphole.









d i/O1J









UVeronica Mkari



94 BONA XHOSA - September 1996
UVirginia Malope



Ukuba UhIaIa
ENSIKAZI...
NaIi ithuba LAKHO lokuya
kISViRAMA/BONA WOMENS CLUB!



UMHLA:	ngolwesiHlanu, umhla we-13
kuSeptemba 1996 INDAWO: eFreeman Bible College, Nsikazi, Northern Province IXESHA: ngeye-1O:OO ngentlazane ISITHETHI SEMBEKO: nguNkszn.
Virginia Busisiwe Malope UMXHOLO: lmpilo engcono yabantwana bethu, ikamva elingcono Manenekazi aseNsikazi niyamenywa kwindibano yeRAMA/BONA ethembisa ukuba nomdla nokuba mnandi njengeendibano zangaphambi!i. lsithethi sembeko, uNkszn. Virginia Busisiwe Malope uphumelele isidanga kwiBachelor of Home Economics ngo-1994, uqale
ukusebenza njengenutritionist eThemba Provincial Hospital eKabokweni ngo-1995 Ukwangunobhala weKomiti eLawulayo yeAlliance Church Youth CIub kwaye umxholo azakuthetha ngawo othi impi!o engcono yabantwana uza kube ufundisa. Abaza kuyizimasa baza kunikwa ithuba Iokumbuza imibuzo. Njengesiqhelo uza kube ekhona uVeronica Mkari ebonisa ngeendlela zokupheka izidlo eziphanibili. Manenekazi lindelani ithuba lokutsalwa kwamatikiti abawelwe ngumqesandleni nabaya kuzuza izixa zakwaRama ezingamabhaso. Kuya kuphungwa neti. ffanele ingakuphosi Ie ndibano, kwaye niyacelwa ukuba nikhawuleze nffike ukuz nifumane indawo yokuhlala.



	NONWABE NEBONA NERAMA

